Thandiswa Mazwai – Ingoma

Thandiswa Mazwai – Ingoma MP3 Download

Thandiswa Mazwai – Ingoma MP3 –  South African Jazz music singer Thandiswa releases her single she titled “Ingoma” I love this beautiful song, wonderfully and exceptionally rendered by the amazing Thandiswa. One of my three most favoured SA artists. Thandiswa’s range of voice is absolutely unbelievable as she caresses the song if I may put it that way. She comes across as a highly articulate and intelligent person.

Loading...

Download Ingoma By Thandiswa Below

Download “DOWNLOAD MP3: Thandiswa Mazwai - Ingoma” NGYAB.COM-Thandiswa-Mazwai-Ingoma-.mp3 – Downloaded 77 times – 6 MB

Lyrics
Unje ngengoma
engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
Unje ngengoma wena
engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
Yhe weeena uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
Nto zalomhlaba andizikhathalelanga
Ukuth’ubani, uthini andinamsebenzi
Oh! Ndiyamthand’ ubaby
unje ngengoma yena
Engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
Yhe wena, uyingoma wena,
Wen’uyingoma, wen’uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
Oh sweety wena uyingoma kum,
Any time of the day
Any day of the week
Any day of the year
Oh! Uyadlisa baby
uyingoma wena
Eng’shay’ubusuku booooonke
Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
Yhe wena, uyingoma wena,
Wen’uyingoma, wen’uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
Ohhuhuhuuuu La la la la Wu wu wu wuu
You are music sthandwa sam to me
A relentless song engandiniki buthongo
Ingoma endiyithanda nanini na
Ngoma wena wangena kum
Wenza umziba wam ikhaya lakho
Watsho kum ngaphakathi, mhhhh
Oh ngomandini wandiphatha ndaguquka
Soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena
Oh sthandwa sam! Uyingoma wena, ngoma wena
Ingoma ephil’apha kum emzimbeni
Ingom’ emnandi, ingom’ engadikiyo
Ingom’ emangadikiyo
Yhe wena, uyingoma wena,
Wen’uyingoma, wen’uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma wee
(Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
You Can Stream Ingoma By Thandiswa Below!

READ ALSO:



HOT POSTS!!!
David Chris is writer and a staff at Ngyab.com. He is also an internet guru who who loves reading and making new friends

Leave a Reply

Your email address will not be published.